Inguqulelo ka loiter in isiXhosa

loiter

-vatshula

Ubizo-magama /loy-tuh/

isenziloitered, loitering

  • 1

    -vatshula
    -yabula
    Why are those boys loitering at our gate? Kutheni la makhwenkwe evatshula esangweni lethu nje?