Inguqulelo ka loose in isiXhosa

loose

-ngabambi(yo)

Ubizo-magama /looss/

isiphawulilooser, loosest

  • 1

    -ngabambi(yo)
    -wakuwaku ngokungekho sikweni
    I like to wear loose clothes, not tight clothes Ndithanda ukunxiba iimpahla ezingandibambiyo; hayi ezindibambayo
  • 2

    -ndyengelele
    -yekeyeke
    -wokowoko ngokungekho sikweni
    Tie your shoe-lace; it's loose Bopha umtya wesihlangu sakho; undyengelele
  • 3

    -the saa
    The cattle are loose and walking about Iinkomo zithe saa; ziyabhadula
  • 4

    -xengaxenga(yo)
    -shukuma(yo)
    a loose tooth izinyo elishukumayo
    a loose door-handle isiphatho socango siyaxengaxenga

Usetyenziso

Don't confuse 'loose' with 'lose'.