Inguqulelo ka mad in isiXhosa

mad

-phambene(yo)

Ubizo-magama /mad/

isiphawulimadder, maddest

  • 1

    -phambene(yo)
    -ligeza
    Is it true that he's mad? Ngaba yinyani ukuba uphambene?
  • 2ngokungekho sikweni

    -phambene
    You were mad to buy that car Ubuphambene ukuba ungathenga laa moto
    → Synonym of silly
  • 3ngokungekho sikweni

    -nomsindo
    Dad's mad with me because I'm late Utata unomsindo ngenxa yokuba ndibuye kade
    → Synonym of angry

Usetyenziso

For senses 2 and 3, use 'silly' or 'angry' in formal speaking and writing.