Inguqulelo ka magician in isiXhosa

magician

umntu onobugqi

Ubizo-magama /muh-jish-uhn/

isibizoPlural magicians

  • 1

    umntu onobugqi
    In the story the magician turned mice into horses Umntu onobugqi ebalini wajika iimpuku zaba ngamahashe