Inguqulelo ka mammal in isiXhosa

mammal

isidalwa esanyisayo

Ubizo-magama /mam-uhl/

isibizoPlural mammals

inzululwazi ngezilo

  • 1

    isidalwa esanyisayo
    isidalwa esincancisayo
    People and mice are examples of mammals Abantu neempuku yimizekelo yezidalwa ezanyisayo
    • any animal that can feed its babies with its own milk. Mammals have warm blood and most have fur or hair on their bodies
    • nasiphi na isilwanyana esanyisayo (esincancisayo). Izilwanyana ezanyisayo zinegazi elishushu, kwaye uninzi lwazo lunoboya okanye iinwele emizimbeni yazo