Inguqulelo ka mass in isiXhosa

mass

ubunzima

Ubizo-magama /mass/

isibizoPlural masses

  • 1

    izibalo ifiziksi itheknoloji
    ubunzima
    They weighed the bread to find out what its mass was Basiveyisha isonka bakhangela ubunzima baso
    • the amount of matter something is made of. It is measured in grams and kilograms
    • ubungakanani bematha (inkqunto) eyenziwe ngayo into. Ilinganiswa ngeegram kunye neekhilogram
  • 2

    imfumba
    There were masses of flowers Kwakukho imfumba yeentyatyambo

Usetyenziso

The word 'weight' is often used instead of 'mass', though this is not scientifically accurate.