Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika master in isiXhosa

: master1master2

master1

intloko

Ubizo-magama /maa-stuh/

isibizoPlural masters

  • 1

    intloko
    Thabo is the master in this house and I'm the cook UThabo yintloko yalo mzi, mna ndingumpheki
  • 2

    ingcali
    incutshe
    umakhwekhwethe
    Peter is a master of this language. He speaks it well UPeter yingcali yolu lwimi. Uluthetha kakuhle

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika master in isiXhosa

: master1master2

master2

-gqibelela

Ubizo-magama /maa-stuh/

isenzimastered, mastering

  • 1

    -gqibelela
    -azi ngokugqibeleleyo
    I haven't mastered isiXhosa yet, but I'm trying Andikasazi ngokugqibeleleyo isiXhosa, kodwa ndiyazama