Inguqulelo ka mat in isiXhosa

mat

imethi

Ubizo-magama /mat/

isibizoPlural mats

  • 1

    imethi
    a bathroom mat imethi yegumbi lokuhlambela
  • 2

    (traditional grass mat)
    ukhuko
    My girl, here's your grass mat and brand-new blankets Nalo ke, ntombazana, ukhuko neengubo zakho ezintsha kraca

Usetyenziso

A mat is usually small. If it is large, we call it a carpet.