Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika matter in isiXhosa

: matter1matter2

matter1

inkqunto

Ubizo-magama /mat-uh/

isibizoPlural matters

  • 1

    ifiziksi
    inkqunto
    • the substances that everything is made of, and that have mass and occupy space
    • izinto ekwenziwe ngazo zonke izinto, nezinobunzima kwaye zihlala endaweni
  • 2

    umcimbi
    umba
    umbandela
    We had an important matter to discuss Besinomcimbi obalulekileyo ebesiwuxoxa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika matter in isiXhosa

: matter1matter2

matter2

-ba nomsebenzi

Ubizo-magama /mat-uh/

isenzimattered, mattering

  • 1

    -ba nomsebenzi
    It doesn't matter if he's late Akunamsebenzi ukuba ufike emva kwexesha