Inguqulelo ka mature in isiXhosa

mature

-dala

Ubizo-magama /muh-tyoor/

isiphawulimore mature, most mature

  • 1

    -dala
    Mature birds lay eggs Iintaka ezindala zizalela amaqanda
  • 2

    -bhadlile
    -vuthiwe ngokungekho sikweni
    Gail is mature but her brother's childish UGail ubhadlile kodwa umnakwabo unobuntwana

Inguqulelo ka mature in isiXhosa

mature

-khula

Ubizo-magama /muh-tyoor/

isenzi

  • 1

    -khula
    The boys matured and became adults Amakhwenkwe akhulile afikelela ebudaleni

Inguqulelo ka mature in isiXhosa

mature

-khula

Ubizo-magama /muh-tyoor/

isenzi

  • 1

    -khula
    The boys matured and became adults Amakhwenkwe akhulile afikelela ebudaleni