Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika may in isiXhosa

: may1May2

may1

-nga-

Ubizo-magama /may/

isenzimight

  • 1ngokusesikweni

    -nga-
    May we leave the classroom? Singaphuma eklasini?
    Yes, you may go Ewe, ningahamba
  • 2

    -nga-
    It may rain later Isengana ethubeni

Usetyenziso

In Sense 1 above, we often use the less formal word 'can' instead, as in 'Yes, you can go.'

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika may in isiXhosa

: may1May2

May2

uMeyi

Ubizo-magama /may/

isibizo

  • 1

    uMeyi
    uCanzibe
    He will go in May Uya kuhamba ngoMeyi