Inguqulelo ka median in isiXhosa

median

umbindi

Ubizo-magama /mee-di-uhn/

isibizoPlural medians

izibalo

  • 1

    umbindi
    In the list of numbers 1, 2, 4, 6, 7 the median is 4 Kuluhlu lwamanani 1, 2, 4, 5, 7 isi-4 sisembindini
    • the middle value in a set of values that are arranged in order of size
    • inani elisembindini kumanani abekwe ngokulandelelana ngokobungakanani
  • 2

    umbindi
    • a straight line passing from a point of a triangle to the centre of the opposite side
    • umgca othe ngqo onqumla kwindawo kanxantathu ukuya embindini okwelinye icala