Inguqulelo ka memory in isiXhosa

memory

ukukhumbula

Ubizo-magama /mem-uh-ree or mem-ree/

isibizoPlural memories

  • 1

    ukukhumbula
    Have you got a good memory? Ngaba ungumntu okhumbulayo?
  • 2

    inkumbulo
    We have happy memories of our holiday Sibe neenkumbulo ezimnandi zeholide yethu
  • 3

    uvimba weenkcukacha zekhompuyutha
    The new computer has a lot of memory Le khompyutha intsha inovimba weenkcukacha othatha okuninzi