Inguqulelo ka metric system in isiXhosa

metric system

indlela yokubala ngamashumi

Ubizo-magama /met-rik sis-tuhm/

isibizo

  • 1

    indlela yokubala ngamashumi
    The metre, the kilogram, and the litre are the main units in the metric system Imitha, ikhilogram, ilitha yeyona milinganiselo iphambili yendlela yokubala ngamashumi