Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika migrant in isiXhosa

: migrant1migrant2

migrant1

igoduka

Ubizo-magama /my-gruhnt/

isibizoPlural migrants

  • 1

    (people)
    igoduka
    Many workers in mines are migrants from other places Abasebenzi abaninzi emigodini ngamagoduka avela kwezinye iindawo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika migrant in isiXhosa

: migrant1migrant2

migrant2

-goduka(yo)

Ubizo-magama /my-gruhnt/

isiphawuli

  • 1

    (people)
    -goduka(yo)
    He is a migrant worker Ungumsebenzi oligoduka
  • 2

    -fudukayo
    Some geese are migrant birds that, each year, go to other parts of the world Amanye amarhanisi ziintaka ezifudukayo eziye zimke unyaka nonyaka ziye kwiindawo ezahlukeneyo zehlabathi