Inguqulelo ka minimum in isiXhosa

minimum

ubuncinane

Ubizo-magama /min-i-muhm/

isibizoPlural minimums

  • 1

    ubuncinane
    You need a minimum of three people to play this game Kufuneka abantu abathathu ubuncinane kulo mdlalo
    → Antonym of maximum
    • the smallest possible amount, size or number
    • owona mlinganiselo mncinane, ubungakanani okanye inani

isiphawuli

  • 1

    -phantsi
    The minimum temperature tomorrow will be five degrees Elona qondo liphantsi lobushushu ngomso iya kuba sisihlanu