Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika miss in isiXhosa

: miss1Miss2

miss1

-phosa

Ubizo-magama /miss/

isenzimissed, missing

  • 1

    -phosa
    I tried to hit the ball but I missed it Ndazama ukuyibetha ibhola kwadwa ndayiphosa
  • 2

    -khumbula
    I'll miss all my friends when we go Ndiza kubakhumbula bonke abahlobo bam sakumka

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika miss in isiXhosa

: miss1Miss2

Miss2

Nkszn

Ubizo-magama /miss/

isibizo

  • 1

    Nkszn
    Mr and Mrs Hugo and Miss S. Hugo UMnu noNkskz Hugo noNkszn S. Hugo