Inguqulelo ka mobile phone in isiXhosa

mobile phone

iselulafowuni

Ubizo-magama /moh-bile fone/

isibizoPlural mobile phones

  • 1

    iselulafowuni
    iselifowuni
    iseli
    unomyayi
    What's the number of your mobile phone? Ithini inombolo yeselulafowuni yakho?