Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika model in isiXhosa

: model1model2

model1

umfuziselo

Ubizo-magama /mod-uhl/

isibizoPlural models

  • 1

    umfuziselo
    Make a small model of a boat Yenza umfuziselo wenqanawa omncinane
  • 2

    umzekelo
    He is a model of good leadership Ungumzekelo omhle wobunkokeli
  • 3

    uhlobo
    imodeli ngokungekho sikweni
    I know it's a Mercedes, but which model is it? Ndiyazi ukuba yiMercedes, kodwa yeyaluphi uhlobo?
  • 4

    umbonisi ngeempahla
    Zelda wants to be a fashion model UZelda ufuna ukuba ngumbonisi ngeempahla

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika model in isiXhosa

: model1model2

model2

-bumba

Ubizo-magama /mod-uhl/

isenzimodelled, modelling

  • 1

    -bumba
    Model a bowl from clay Bumba isitya ngomdongwe
  • 2

    -bonisa ngeempahla
    Zelda is modelling summer clothes UZelda ubonisa ngeempahla zasehlotyeni