Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika more in isiXhosa

: more1more2

more1

-ngaphezulu

Ubizo-magama /maw/

isihlomelo

  • 1

    -ngaphezulu
    -ngaphezu
    -ngakumbi
    Please speak more slowly Khawube ngathi uyacotha nangaphezulu ukuthetha
    She is more intelligent than her brother Ukrelekrele ngaphezu komnakwabo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika more in isiXhosa

: more1more2

more2

-ngaphezu

Ubizo-magama /maw/

iceba

  • 1

    -ngaphezu
    -nye
    You have more apples than I have Unama-apile angaphezulu kunawam
    We need two more desks Sifuna ezinye iidesika ezimbini