Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika move in isiXhosa

: move1move2

move1

Ubizo-magama /moov/

isenzimoved, moving

  • 1

    The cat moved slightly but did not wake up Ikati yashukuma nje kancinane, kodwa ayavuka
  • 2

    -susa
    Let's move this table Masisuse le tafile
  • 3

    -fuduka
    We moved to Kimberley in 2005 Safudukela eKimbali ngowama-2005
  • 4

    -chukumisa
    -vuselela
    It's a sad story that moved us to tears Libali elilusiszi elasichukumisa salila

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika move in isiXhosa

: move1move2

move2

intshukumo

Ubizo-magama /moov/

isibizoPlural moves

  • 1

    intshukumo
    The cat watches every move the mouse makes Ikati ijonge yonke intshukumo eyenziwa yimpuku