Inguqulelo ka movement in isiXhosa

movement

ukushukuma

Ubizo-magama /moov-muhnt/

isibizoPlural movements

  • 1

    ukushukuma
    intshukumo
    He saw a movement in the tree Ubone intshukumo emthini
  • 2

    umbutho
    The aim of the movement is to get equal rights for all people Injongo yalo mbutho kukufumana amalungelo alinganayo kumntu wonke