Inguqulelo ka neglect in isiXhosa

neglect

[NEG+]-khathalela

Ubizo-magama /ni-glekt/

isenzineglected, neglecting

  • 1

    [NEG+]-khathalela
    -tyeshela
    [NEG+]-hoya
    If you neglect your child, he won't be happy or healthy Ukuba akumhoyi umntwana wakho, akasayi konwaba okanye abe sempilweni

isibizo

  • 1

    ukungakhathalelwa
    Her dogs suffered from neglect Izinja zakhe zaphatheka kakubi kukungakhathalelwa