Inguqulelo ka nest in isiXhosa

nest

indlwane

Ubizo-magama /nest/

isibizoPlural nests

  • 1

    (of a bird)
    indlwane
    inesi ngokungekho sikweni
    A bird laid eggs in the nest Intaka yazalela amaqanda endlwaneni yayo
  • 2

    (of other animals)
    indlu
    umzi
    Mice made a nest in the roof Iimpuku zizakhele umzi eluphahleni