Inguqulelo ka next in isiXhosa

next

-landela(yo)

Ubizo-magama /nekst/

isiphawuli

  • 1

    -landela(yo)
    Read the next question Funda umbuzo olandelayo
  • 2

    -zayo
    I will go next week Ndiya kuya kule veki izayo
  • 3

    -fuphi
    ecaleni kwa-
    He lives in the next house Uhlala kule ndlu ikufuphi nale