Inguqulelo ka normal in isiXhosa

normal

-qhelekile(yo)

Ubizo-magama /nawm-uhl/

isiphawuli

  • 1

    -qhelekile(yo)
    -sisiqhelo
    PC+isiqhelo
    It is normal for dogs to bark at strangers Yinto eqhelekileyo ukuba izinja zibakhonkothe abahambi
    It is normal for the newly-circumcised young men to smear their faces with red ochre Yinto esisiqhelo ukuba amakrwala aqabe imbola ebusweni