Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika notice in isiXhosa

: notice1notice2

notice1

-qaphela

Ubizo-magama /noh-tiss/

isenzinoticed, noticing

  • 1

    -qaphela
    I noticed that Tom wore no shoes Ndaqaphela ukuba uTom akanxibanga zihlangu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika notice in isiXhosa

: notice1notice2

notice2

isaziso

Ubizo-magama /noh-tiss/

isibizoPlural notices

  • 1

    isaziso
    Please read the notice on the board Funda isaziso esisebhodini