Inguqulelo ka nut in isiXhosa

nut

inqoba

Ubizo-magama /nut/

isibizoPlural nuts

  • 1

    inqoba
    Nuts are healthy food Iinqoba kukutya okunempilo
  • 2

    itheknoloji
    imorityisi
    inathi
    Bheki used nuts and bolts when we made the fence UBheki wasebenzisa iimorityisi neebholithi xa sasibiya