Inguqulelo ka oath in isiXhosa

oath

isifungo

isibizoPlural oaths

  • 1

    isifungo
    In a law court you must take an oath that you will tell the truth Kwinkundla yamatyala kufuneka wenze isifungo sokuba uza kuthetha inyani