Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika object in isiXhosa

: object1object2

object1

into

Ubizo-magama /ob-jekt/

isibizoPlural objects

  • 1

    into
    He was holding a large object Wayephethe into enkulu
  • 2

    injongo
    The object of my research is to find out where my grandparents lived Injongo yam ngolu phando lwam kukufumanisa ukuba babehlala phi na abazali babazali bam
    → Synonym of aim purpose
  • 3

    inzululwazi geelwimi
    injongosenzi
    In the sentence "Sam threw the ball", the object is "ball" Kwisivakalisi, "USam wajula ibhola", injongosenzi "yibhola"
    → Compare subject
    • the word or words naming who or what is acted upon by a verb
    • igama okanye amagama achaza ubani okanye into leyo isenzi esenza into kuyo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika object in isiXhosa

: object1object2

object2

-chasa

Ubizo-magama /uhb-jekt/

isenziobjected, objecting

  • 1

    -chasa
    -ala
    My mother objects to bad language Umama wam uyaluchasa ulwimi olukrwada
    I object! I object! This isn't fair Ndiyayichasa! Ndiyala! Ayilunganga le nto