Inguqulelo ka occur in isiXhosa

occur

-enzeka

Ubizo-magama /uh-kur/

isenzioccurred, occurring

  • 1

    -enzeka
    -hla
    When did the accident occur? Yenzeke nini le ngozi?
  • 2

    -enzeka
    Wars occur throughout the world Iimfazwe zenzeka kwihlabathi liphela