Inguqulelo ka odd in isiXhosa

odd

-ngaqhelekanga

Ubizo-magama /od/

isiphawuliodder, oddest

  • 1

    -ngaqhelekanga
    An octopus is an odd animal Ingwane sisilwanyana esingaqhelekanga
  • 2

    -ngafaniyo
    You're wearing odd socks: one is green and one is red Unxibe iikawusi ezingafaniyo: enye iluhlaza kanti enye ibomvu
  • 3

    izibalo
    -ngumnqakathi
    Three and five are odd numbers Isithathu nesihlanu ngamanani angumnqakathi
    → Compare even
    • not able to be divided exactly by two
    • ayikwazi ukwahluleka ngqo ngesibini