Inguqulelo ka on in isiXhosa

on

Ubizo-magama /on/

isihlomelo & preposition

  • 1

    Sit on the chair Hlala esitulweni
  • 2

    nga-
    Phone on Monday Fowuna ngoMvulo
  • 3

    nga-
    I have a book on dinosaurs Ndinencwadi engamagongqongqo
    → Synonym of about
  • 4

    (lights)
    -layitile
    -layitiwe
    The lights are on Izibane zilayitile