Inguqulelo ka operation in isiXhosa

operation

utyando

Ubizo-magama /op-uh-ray-shuhn/

isibizoPlural operations

  • 1

    utyando
    Doctors do operations to repair parts of the body Oogqirha benza utyando ukulungisa amalungu omzimba
  • 2

    izibalo
    umsebenzi
    These are all operations on the number 8: 8 + 3; 8 - 4; 8 x 6; 8 [division sign] 2 Yonke le yimisebenzi kwinani elisisi-8; 8 + 3; 8 - 4; 8 x 6; 8 [yahlula] ngesi-2
    • the changing of a number by adding, subtracting, multiplying or dividing
    • ukutshintsha kwenani ngokudibanisa, ukuthabatha, ukuphindaphinda nokwahlula