Inguqulelo ka orange in isiXhosa

orange

iorenji

Ubizo-magama /o-rinj/

isibizoPlural oranges

  • 1

    (fruit)
    iorenji
    I am peeling an orange Ndixobula iorenji
  • 2

    (colour)
    umbala o-orenji
    Do you prefer orange or green? Ngaba ukhetha umbala o-orenji okanye oluhlaza?

Inguqulelo ka orange in isiXhosa

orange

-nombala o-orenji

Ubizo-magama /o-rinj/

isiphawuli

  • 1

    -nombala o-orenji
    an orange and blue jersey ijezi enombala o-orenji nobhlowu

Inguqulelo ka orange in isiXhosa

orange

-nombala o-orenji

Ubizo-magama /o-rinj/

isiphawuli

  • 1

    -nombala o-orenji
    an orange and blue jersey ijezi enombala o-orenji nobhlowu