Inguqulelo ka orbit in isiXhosa

orbit

indlela yesijikelezi-langa

Ubizo-magama /aw-bit/

isibizoPlural orbits

inzululwazi ngezelizwe ifiziksi

  • 1

    indlela yesijikelezi-langa
    The Earth takes a year to complete its orbit around the sun Umhlaba uthatha unyaka wonke ukugqiba indlela yawo njengesijikelezi-langa
    • the path of something that is moving round the sun or round a planet in space
    • indlela yento ejikeleza ilanga okanye ejikeleza iplanethi

Inguqulelo ka orbit in isiXhosa

orbit

-jikeleza

Ubizo-magama /aw-bit/

isenzi

  • 1

    -jikeleza
    The Earth orbits the sun Umhlaba ujikeleza ilanga

Inguqulelo ka orbit in isiXhosa

orbit

-jikeleza

Ubizo-magama /aw-bit/

isenzi

  • 1

    -jikeleza
    The Earth orbits the sun Umhlaba ujikeleza ilanga