Inguqulelo ka organism in isiXhosa

organism

into ephilayo

Ubizo-magama /aw-guh-niz-m/

isibizoPlural organisms

inzululwazi ngezilo

  • 1

    into ephilayo
    Elephants, mice, bacteria, mushrooms and trees are all examples of organisms Iindlovu, iimpuku, iintsholongwane, iinkowane nemithi ziyimizekelo yezinto eziphilayo
    • a living thing such as a plant or an animal
    • into ephilayo efana nesityalo kunye nesilwanyana