Inguqulelo ka orientation in isiXhosa
orientation
icala ejonge ngakulo
Ubizo-magama /o-ri-uhn-tay-shuhn/
isibizoPlural orientations
1
icala ejonge ngakuloThe orientation of the house is north (i.e. it faces north) — Icala ejonge ngakulo indlu kusemntla ( ok.kkt ijonge ngasemntla)2
inkqubo yoqhelisoinkqubo yoqhelanisouqhelisouqhelanisoAn orientation programme helps new students to find their way around the school — Inkqubo yoqheliso iyabanceda abafundi abafikayo bakwazi ukufikelela kwiindawo abaya kuzo esikolweni