Inguqulelo ka output in isiXhosa

output

imveliso

Ubizo-magama /owt-puut/

isibizoPlural outputs

  • 1

    imveliso
    isiphumo somsebenzi
    What is this factory's output? Sithini isiphumo somsebenzi walo mzi-mveliso?
  • 2

    ufundo ngezoqoqosho
    iziphumo
    This farmer's inputs are seeds, fertilizer and water; the outputs are maize and pumpkins Umlimi ufake imbewu, isichumiso namanzi; iziphumo zakhe zaba yimveliso yombona namathanga
    → Compare input
    • something that is produced
    • into evelisiweyo