Inguqulelo ka outstanding in isiXhosa

outstanding

-balasele(yo)

Ubizo-magama /owt-stan-ding/

isiphawuli

  • 1

    -balasele(yo)
    -gqwesile(yo)
    Congratulations; your painting is outstanding Zivuyisana nani; umzobo wakho ubalasele
  • 2

    -ngekahlawulwa
    -selityala
    There's an outstanding debt of R100 Kukho ityala elingekahlawulwa elili-R100