Inguqulelo ka ovary in isiXhosa

ovary

isiyilelo-maqanda

Ubizo-magama /oh-vuh-ree/

isibizoPlural ovaries

  • 1

    (in animals)
    isiyilelo-maqanda
    Eggs are produced in a female animal's ovaries Amaqanda aveliswa kwisiyilelo-maqanda sesilwanyana esiyimazi
  • 2

    (in plants)
    isiyelelo-mbewu
    Seeds are produced in the ovary of a flower Imbewu yenzeka kwisiyelelo-mbewu sentyatyambo

Usetyenziso

In isiXhosa 'seeds' ('imbewu') is singular unless you are talking about different types of seeds.