Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika own in isiXhosa

: own1own2

own1

isiphawuli & isimelabizo

  • 1

    I want my own house Ndifuna eyam indlu
    We bought the car; it's our own Sathenga imoto; yeyethu
  • 2

    ngokwa-+possessive stem
    I bake my own bread; I don't buy it Ndizibhakela ngokwam isonka; andisithengi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika own in isiXhosa

: own1own2

own2

SC+-na-

isenziowned, owning

  • 1

    SC+-na-
    The man owns a house; do you own a house? Indoda inendlu; unayo indlu?