Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika pace in isiXhosa

: pace1pace2

pace1

inyathelo

Ubizo-magama /payss/

isibizoPlural paces

  • 1

    inyathelo
    Take one pace forwards Thatha inyathelo libe linye eliya phambili
  • 2

    isantya
    What pace will you run at – fast or slow? Ingaba isantya oya kubaleka ngaso – siphezulu okanye siyacotha?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika pace in isiXhosa

: pace1pace2

pace2

-zibekela isantya

Ubizo-magama /payss/

isenzipaced, pacing

  • 1

    -zibekela isantya
    When you write tests, pace yourself: spend the right amount of time on each question Xa ubhala uvavanyo, zibekele isantya: sebenzisa ixesha elifanelekileyo kumbuzo ngamnye