Inguqulelo ka paralysed in isiXhosa

paralysed

-fe ilungu

Ubizo-magama /pa-ruh-lize-d/

isiphawuli

  • 1

    -fe ilungu
    -fe icala
    Her legs are paralysed, and she gets about in a wheelchair Imilenze yakhe ifile, ngoku uhamba ngesitulo sabantu abaphila nokukhubazeka