Inguqulelo ka particular in isiXhosa

particular

kuphela

Ubizo-magama /puh-tik-yuu-luh/

isiphawulimore particular, most particular

  • 1

    kuphela
    qha
    -thile
    I want this particular colour Ndifuna kuphela lo mbala
  • 2

    -khulu
    Take particular care to measure correctly Yiba nononophelo olukhulu ukuze wenze umlinganiso ochanekileyo
  • 3

    -nocoselelo
    Palesa is particular about her clothes UPalesa unocoselelo ngeempahla zakhe