Inguqulelo ka passive form in isiXhosa

passive form

isixando sokwenziwa

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isixando sokwenziwa
    The passive form of "A snake bit her" is "She was bitten by a snake." Isixando sokwenziwa sika"Inyoka yamluma" ngu"Walunywa yinyoka."
    → Compare active
    • describing a sentence in which the person or thing undergoing the action is the subject of the sentence or verb
    • ukuchaza isivakalisi apho umntu okanye into eyenziwa into iba yintloko yesivakalisi