Inguqulelo ka patch in isiXhosa

patch

isiziba

Ubizo-magama /patsh/

isibizoPlural patches

  • 1

    isiziba
    Use a patch to mend your jeans Sebenzisa isiziba ukulungisa ijini yakho
  • 2

    ibala
    a white cow with black patches inkomo emhlophe enamabala amanyama