Inguqulelo ka pause in isiXhosa

pause

-nqumama

Ubizo-magama /pawz/

isenzipaused, pausing

  • 1

    -nqumama
    -thi nqumama
    -thi xha
    Ali paused for a moment and then walked on UAli wathi xha umzuzwana, waphinda wahamba

isibizo

  • 1

    ikhefana
    Stop; we just need a short pause Yima; sifuna nje ikhefana elifutshane