Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika pay in isiXhosa

: pay1pay2

pay1

-hlawula

Ubizo-magama /pay/

isenzipaid, paying

  • 1

    -hlawula
    -bhatala
    Vuyo paid me R50 UVuyo undihlawule ama-R50
    How much did you pay? Uhlawule malini?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika pay in isiXhosa

: pay1pay2

pay2

umvuzo

Ubizo-magama /pay/

isibizo

  • 1

    umvuzo
    I get my pay every month Ndiwufumana qho ngenyanga umvuzo wam