Inguqulelo ka peace in isiXhosa

peace

uxolo

Ubizo-magama /peess/

isibizo

  • 1

    uxolo
    People want peace, not war Abantu bafuna uxolo, abayifuni imfazwe
  • 2

    inzolo
    There is peace when the baby sleeps Kubakho inzolo xa usana lulele

Usetyenziso

Don't confuse 'peace' with 'piece'.